Getting started with Mother Tongue Based Bilingual Education (MTBBE)
About the Lesson

What does the law say?

Language in Education Policy of South Africa, 1997
In determining the language policy of the school, the governing body must stipulate how the school will promote multilingualism through using more than one language of learning and teaching, and/or by offering additional languages as fully-fledged subjects, and/or applying special immersion or language maintenance programs’

Umgaqo-nkqubo wokusetyenziswa kweelwimi kwimfundo,1997
Ekusekeni umgaqo-nkqubo okanye ipolisi yesikolo, ibhodi elawulayo kufuneka ichaze indlela isikolo esiza kuphuhlisa ngayo ukusetyenziswa kweelwimi ezininzi ngokusebenzisa ngaphezu kolwimi olunye ukufunda nokufundisa, nangokufundisa iilwimi ezongezelelweyo njengezifundo ezimiselweyo. Ibhodi isengachaza nangendlela isikolo esizakubafaka ngayo kulwimi olutsha abantwana okanye esiza kuyila ngayo iinkqubo zokugcina iilwimi zabantwana zisetyenziswa nasesikolweni’

Social media & sharing icons powered by UltimatelySocial
WhatsApp